1
U‐Jeremiya 6:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Utsho UYEHOVA ukuti: Yimani ezindleleni, nikangele, nibuzele imizila yakudala, ipina ke indlela elungileyo, nihambe kuyo, naniya kufumanela imipefumlo yenu ukwonwaba. Kodwa bati: Asiyi kuhamba kuyo.
Thelekisa
Phonononga U‐Jeremiya 6:16
2
U‐Jeremiya 6:14
Ngokuba bepilisa isapuko sentombi yabantu bam ngendawo elula, besiti: Uxolo, uxolo; nxa kungeko luxolo.
Phonononga U‐Jeremiya 6:14
3
U‐Jeremiya 6:19
Yiva, mhlaba! bona ke, ndiya kuzisa ilishwa pezu kwababantu, isixakato sawabo amaqinga; ngokuba bengawapulapulanga amazwi am, nomteto wam bawulahlile.
Phonononga U‐Jeremiya 6:19
4
U‐Jeremiya 6:10
Ndiya kuteta kobanina, ndibayale, ukuba beve? bona ke, indlebe yabo iyengalukileyo, baze bakohlwe kukupulapula; bona ke, ilizwi LIKAYEHOVA lisisigxekwa kubo; abanyamekeli lona.
Phonononga U‐Jeremiya 6:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo