1
U‐Jeremiya 29:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba ndisazi izicingo endizicingayo ngakuni, utsho UYEHOVA, izicingo zoxolo, zingezizo ezobubi, ukuba ndininike ukupela okunetemba.
Thelekisa
Phonononga U‐Jeremiya 29:11
2
U‐Jeremiya 29:13
Nondifuna ke, nindifumane, nxa nindibuzayo ngayo yonke intliziyo yenu.
Phonononga U‐Jeremiya 29:13
3
U‐Jeremiya 29:12
Oko niya kubiza mna, niye nitandaze kum: ndandiya kuniva.
Phonononga U‐Jeremiya 29:12
4
U‐Jeremiya 29:14
Ndandiya kufunyanwa nini, utsho UYEHOVA, ndibuyise ukutinjwa kwenu, ndinibute kuzo zonke izizwe, nakuzo zonke indawo, apo ndinigxotele kona, utsho UYEHOVA; ndandiya kunibuyisela endaweni, apo ndanenza ukuba nifuduswe kwa kona.
Phonononga U‐Jeremiya 29:14
5
U‐Jeremiya 29:10
Ngokuba esitsho UYEHOVA ukuti: Xeshekweni iminyaka engamashumi asixe̔nxe iya kuzalisekiswa e‐Babilone, ndiya kwandul’ ukutyelela kuni, ndinifezele ilizwi lam elilungileyo, ngokunibuyisela kulendawo
Phonononga U‐Jeremiya 29:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo