uze uti kubo: Utsho UYEHOVA, UTIXO wo‐Sirayeli, ukuti:
Makaqalekiswe lowamntu ongevayo amazwi olucebano, endayalelayo oyihlo benu ngalo, mhlana ndabaku̔payo elizweni le‐Jipete, esidlangalaleni sesincete, ndisiti: Yivani ilizwi lam, niwenze, njengako konke ndiniyalelayo; naniya kuba ngabantu bam, nam ndoba NGUTIXO wenu