UYEREMIYA 11:8
UYEREMIYA 11:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke abevanga, abayithobanga indlebe yabo; báhamba elowo ngobungqola bentliziyo yakhe enobubi. Ndesuka ke ndazìsa phezu kwabo onke amazwi alo mnqophiso, ndabawisela umthetho ngawo, ukuba bawenze; àbawenza.
UYEREMIYA 11:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Basuka abaphulaphula bona, abandihoya, koko basuka balandela ububi beentliziyo zabo eziqaqadekileyo. Nam ke ndabahlisela zonke iziqalekiso zomnqophiso endathi mabawuthobele, abeva.’ ”
UYEREMIYA 11:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kodwa abazange baphulaphule, abazange bazinqumle iindlebe zabo, kodwa ngamnye wahamba ngobubi bentliziyo yakhe engendawo; ke ngoko, ndiya kubazisela onke amazwi omnqophiso endibawisele umthetho wokuba bawenze; kodwa abazange.
UYEREMIYA 11:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Abevanga noko, abatobanga indlebe yabo kanjalo, kodwa bahambile abanye ngabanye ngobulukuni bentliziyo yabo ekohlakeleyo; ngako ndizisile pezu kwabo onke amazwi olucebano, endandibayalela ukuwenza, kanti abawenzanga.