1
Incwadi ka‐Yakobi 3:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa ubulumko obuvela pezulu buti ke ukuqala bucocekile, band’ ukuba luxolo, butambile, bucengeka kakuhle, buzele bububele nezixakato ezilungileyo, bungenakwahlula, bungenakuhanahanisa.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Yakobi 3:17
2
Incwadi ka‐Yakobi 3:13
Ngubanina olumkileyo onokwazi pakati kwenu? makayibonakalise ngokumila okulungileyo imisebenzi yake ekululameni kwobulumko.
Phonononga Incwadi ka‐Yakobi 3:13
3
Incwadi ka‐Yakobi 3:18
Kekaloku isixakato sobulungisa siyahlwayelwa eluxolweni ngabo abalwenzayo uxolo.
Phonononga Incwadi ka‐Yakobi 3:18
4
Incwadi ka‐Yakobi 3:16
Ngokuba apo kukoyo uzondo nenkani, kuko kwa kona impitimpiti nazo zonke izenzo ezibi.
Phonononga Incwadi ka‐Yakobi 3:16
5
Incwadi ka‐Yakobi 3:9-10
Ngalo lona siyambonga yena UTIXO noyise, nangalo lona siyaqalekisa abantu abenziweyo ngokufana NOTIXO. Kwa kuwo umlomo mnye kupuma ukubonga nokuqalekisa. Ezizinto, bazalwana bam! ngazingabi njalo.
Phonononga Incwadi ka‐Yakobi 3:9-10
6
Incwadi ka‐Yakobi 3:6
Nalo lona ulwimi lungumlilo, lulilizwe lenkohlakalo: luhlala njalo ke ulwimi pakati kwamalungu etu, oludyobayo umzimba wonke, lutshisa injikelezo yemvelo, lutshiswa lona sisihogo somlilo.
Phonononga Incwadi ka‐Yakobi 3:6
7
Incwadi ka‐Yakobi 3:8
kodwa lona ulwimi akuko namnye umntu ongalwoyisayo; lusisikohlakalo esingenakuqojoshwa, luzele bubuhlungu obufisayo.
Phonononga Incwadi ka‐Yakobi 3:8
8
Incwadi ka‐Yakobi 3:1
NINGABI ngabafundisi abaninzi, bazalwana bam! nisazi ukuba siya kuzuza ukugwetywa okukulu ngakumbi ke.
Phonononga Incwadi ka‐Yakobi 3:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo