EKAYAKOBI 3:9-10
EKAYAKOBI 3:9-10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngalo siyambonga uThixo uYise, nangalo siyabaqalekisa abantu abenziwe ngokomfanekiselo kaThixo. Kwakuló mlomo mnye kuphuma intsikelelo nengqalekiso. Akufanelekile, bazalwana bam, ukuba ezi zinto zibe nje.
EKAYAKOBI 3:9-10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Sisebenzisa lona xa sibonga sibulela iNkosi uTata wethu, ukanti sibaqalekisa kwangalo nabantu abadalwe bafuza uThixo. Imibulelo neziqalekiso zimpompoza mlonyeni mnye. Mawethu, mayingenzeki le nto!
EKAYAKOBI 3:9-10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ka lona re boka Modimo, Ntate; mme ka lona re rohaka batho, ba bopilweng ka setshwantsho sa Modimo. Molomong o le mong ho tswa poko le thohako. Bana beso, dintho tsena ha di a tshwanela ho ba jwalo.
EKAYAKOBI 3:9-10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngalo lona siyambonga yena UTIXO noyise, nangalo lona siyaqalekisa abantu abenziweyo ngokufana NOTIXO. Kwa kuwo umlomo mnye kupuma ukubonga nokuqalekisa. Ezizinto, bazalwana bam! ngazingabi njalo.