1
U‐Yisaya 50:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
INKOSI e NGUYEHOVA indinikile ulwimi lwabafundisiweyo, ukuze ndikwazi ukusiza odiniweyo ngelizwi; uyavusa ngemiso ngemiso, uyavusa indlebe yam, ukuba ndive njengabafundisiweyo.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 50:4
2
U‐Yisaya 50:7
Kodwa INKOSI e NGUYEHOVA iya kundinceda: ngako oko andiyi kumatiswa; ngako oko ndimisile ubuso bam njengelitye elilukuni; ndisazi nje ukuba andiyi kudaniswa.
Phonononga U‐Yisaya 50:7
3
U‐Yisaya 50:10
Ngubanina pakati kwenu omoyikayo UYEHOVA, olivayo ilizwi lesicaka sake, ohambayo ebumnyameni, okungeko ukukanya kuye? makatembe egameni LIKAYEHOVA, ayame kuye UTIXO wake.
Phonononga U‐Yisaya 50:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo