U‐Yisaya 50:4

U‐Yisaya 50:4 XHO1902A

INKOSI e NGUYEHOVA indinikile ulwimi lwabafundisiweyo, ukuze ndikwazi ukusiza odiniweyo ngelizwi; uyavusa ngemiso ngemiso, uyavusa indlebe yam, ukuba ndive njengabafundisiweyo.