1
U‐Yisaya 4:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
uya kwandula UYEHOVA ukudala pezu kwazo zonke intlalo zasentabeni ye‐Ziyone, napezu kwendawo zayo zokuhlanganisela, ilifu nomsi ngemini, nokukazimla kwomlilo odangazelayo ngobusuku: ngokuba pezu kwabo bonke ubungcwalisa kuya kubako isigubungelo.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 4:5
2
U‐Yisaya 4:2
Ngawo umhla lowo isebe LIKAYEHOVA loba lelobuhle nelobungcwalisa, nesiqa̔mo somhlaba soba sesendluliselo nesenkazimlo kwabasindileyo bakwa‐Sirayeli.
Phonononga U‐Yisaya 4:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo