1
U‐Yisaya 38:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Hamba, uti ku‐Hezekiya: Utsho UYEHOVA, UTIXO ka‐Davide uyihlo wako, ukuti: Ndivile umtandazo wako, ndibonile inyembezi zako; bona ke, ndiya kwongeza emihleni yako iminyaka ilishumi linesihlanu
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 38:5
2
U‐Yisaya 38:3
wati: Ke, YEHOVA! uze ukumbulele okokuba ndihambile ebusweni bako ngenyaniso nangentliziyo ekolisekileyo, nokuba ndikwenzile okulungileyo emehlweni ako. Waza u‐Hezekiya walila ngokulila okukulu.
Phonononga U‐Yisaya 38:3
3
U‐Yisaya 38:17
Bona ke, buguqulwe ubuṙaṙa bam obukulu baba luxolo; wautandile umpefumlo wam, wandikulula emnxunyeni wokubola: ngokuba zonke izono zam uziposile emva kwomhlana wako.
Phonononga U‐Yisaya 38:17
4
U‐Yisaya 38:1
NGALOMIHLA wabesifa u‐Hezekiya wada waza kububa. Wandula weza kuye u‐Yisaya unyana ka‐Amotse, umprofite, wati kuye: Utsho UYEHOVA ukuti: Yolela indlu yako; ngokuba uya kububa wena, akuyi kupila.
Phonononga U‐Yisaya 38:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo