1
U‐Yisaya 30:21
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
nendlebe zako ziya kuliva ilizwi emva kwako, lisiti: Nantsi indlela, hambani kuyo; nxa nijika ngasekunene, nanxa nijika ngasekohlo.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 30:21
2
U‐Yisaya 30:18
Kwa ngoko UYEHOVA uya kulinda, ukuba anipate ngofefe, nangoko uya kupakama, ukuba abe nenceba ngakuni; ngokuba UYEHOVA e NGUTIXO wobugwebo: banetamsanqa ke bonke abamlindayo yena.
Phonononga U‐Yisaya 30:18
3
U‐Yisaya 30:15
Ngokuba isitsho INKOSI e NGUYEHOVA, oyingcwele ka‐Sirayeli, ukuti: Ngokuguquka nangokupumla niya kusindiswa; ngokwonwaba nangetemba kwobako amandla enu; kodwa beningavumi.
Phonononga U‐Yisaya 30:15
4
U‐Yisaya 30:20
Nakuba INKOSI ininika isonka sobunzima namanzi embandezelo, abafundisi bako abasayi kuzimela noko, kodwa amehlo ako obabona abafundisi bako
Phonononga U‐Yisaya 30:20
5
U‐Yisaya 30:19
Ngokuba abantu base‐Ziyone beya kuhlala e‐Yerusaleme; akusayi kumana ulila; woba nofefe kuwe ngokwenene ngelizwi lesikalo sako; woti akuliva, akupendule.
Phonononga U‐Yisaya 30:19
6
U‐Yisaya 30:1
KWOBA nzima elusatsheni olunenkani, utsho UYEHOVA, olwenzayo icebo, kodwa akuveli kum, olutulula iminikelo yokusela, kodwa akuveli kumoya wam; ukuze lwongeze isono pezu kwesono
Phonononga U‐Yisaya 30:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo