UISAYA 30:18
UISAYA 30:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngako oko uYehova uya kukha alinde, ukuze anibabale; ngako oko uya kukha akhwelele phezulu, ukuze abe nemfesane kuni; ngokuba nguThixo wogwebo uYehova; hayi, uyolo lwabo bonke abalindele kuye!
Yabelana
Funda UISAYA 30UISAYA 30:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe ke uNdikhoyo usanilindele, usazungula ukunibabala ngesisa. Kaloku yena nguThixo ongajika-jikiyo; hayi ithamsanqa labo bakholosa ngaye!
Yabelana
Funda UISAYA 30