1
U‐Hosheha 4:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Abantu bam bayabujiswa ngokuswela ukwazi: ngokuba wena ulahlile ukwazi, nam ndiya kulahla wena, uze ungabi ngumperisite kum; ulibele umteto WOTIXO wako nje, nam ndolibala abantwana bako.
Thelekisa
Phonononga U‐Hosheha 4:6
2
U‐Hosheha 4:1
YIVANI ilizwi LIKAYEHOVA, lusapo luka‐Sirayeli! ngokuba UYEHOVA enepike nabemi belizwe; ngenxa yokuba kungeko inyaniso, nobubele, nokwaziwa KUKATIXO elizweni.
Phonononga U‐Hosheha 4:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo