Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka I‐Genesise 41

1

I‐Genesise 41:16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza u‐Josefe wapendula ku‐Faro, esiti: Akuko kum oko. UTIXO wopendula u‐Faro ngoxolo.

Thelekisa

Phonononga I‐Genesise 41:16

2

I‐Genesise 41:38

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza wati u‐Faro ezicakeni zake: Singafumana onjengalo yinina, indoda U‐MOYA KATIXO ukuyo?

Thelekisa

Phonononga I‐Genesise 41:38

3

I‐Genesise 41:39-40

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waye u‐Faro wati ku‐Josefe: Ekubeni UTIXO ekwazisile konke oku, akuko mntu ongangawe ekuqondeni nasekulumkeni. Woba wena upezu kwendlu yam, nangelizwi lako baya kuzilungisa bonke abantu bam; kupela eteroneni ndiya kuba mkulu kuwe.

Thelekisa

Phonononga I‐Genesise 41:39-40

4

I‐Genesise 41:52

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Negama lowesibini walibiza ngo‐Frayime: Ngokuba UTIXO, watsho, undicumisile elizweni lokubandezelwa kwam . .

Thelekisa

Phonononga I‐Genesise 41:52

5

I‐Genesise 41:51

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza u‐Josefe wabiza igama lowamazibulo ngo‐Manase: Ngokuba UTIXO, watsho, endilibalisile lwonke usizi lwam, kwa nayo yonke indlu kabawo . .

Thelekisa

Phonononga I‐Genesise 41:51

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo