1
U‐Ezera 8:21
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndaza ndashumayela inzilo apo, emlanjeni we‐Ahava, ukuba sizibandezele ebusweni BOTIXO wetu, sifune kuye indlela elungele tina, nentsapo zetu, nayo yonke impahla yetu.
Thelekisa
Phonononga U‐Ezera 8:21
2
U‐Ezera 8:22-23
Ngokuba bendidanele ukucela kukumkani umkosi nabakweli bamahashe, ukuya kusinceda ngakuzo intshaba endleleni; ngokokuba sibe sitshilo kuye ukumkani, sisiti: Isandla SOTIXO wetu sipezu kwabo bonke abamfunayo kube kokulungileyo; kodwa amandla ake nomsindo wake upezu kwabo bonke abamshiyayo. Kwa njalo sazila ukutya, sabuza KUTIXO wetu ngenxa yoku; wayekungeleka kuti.
Phonononga U‐Ezera 8:22-23
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo