1
U‐Ezera 3:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Baza bahlabelelana ekumdumiseni nasekumbuleleni UYEHOVA, besiti: Ngokuba elungile; ngokuba ububele bake bungunapakade pezu kwo‐Sirayeli. Bati abantu bonke bamemeza ngesimemezo esikulu, ekumdumiseni UYEHOVA, ngenxa yokusekwa kwayo indlu KAYEHOVA.
Thelekisa
Phonononga U‐Ezera 3:11
2
U‐Ezera 3:12
Kodwa abaninzi kubo abaperisite, naba‐Levi, nabazintloko zendlu zoyise, abo badala, abebebonile indlu yokuqala, kwakusekwa le indlu pambi kwamehlo abo, balila ngelizwi elikulu; kanjalo abaninzi bapakamisa ilizwi ngokumemeza ngovuyo
Phonononga U‐Ezera 3:12
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo