1
U‐Hezekile 7:19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Isilivere yabo baya kuyiposa ezitarateni, negolide yabo yoba yinto enco̔lileyo: isilivere yabo negolide yabo ziya kukohlwa kukubahlangula ngomhla womsindo KAYEHOVA; imipefumlo yabo aziyi kuyihlutisa, namatumbu abo aziyi kuwazalisa; ngokuba zisisiku̔bekiselo senkohlakalo yabo.
Thelekisa
Phonononga U‐Hezekile 7:19
2
U‐Hezekile 7:27
Ukumkani uya kulila, nenkosana iya kwambata ukuti nqa, nezandla zabantu belizwe ziya kutuswa: njengendlela yabo ndiya kwenza kubo, nangemigwebo yabo ndiya kugweba bona; babeya kukwazi okokuba mna ndi NGUYEHOVA.
Phonononga U‐Hezekile 7:27
3
U‐Hezekile 7:4
Iliso lam aliyi kuba nosizi ngakuwe, andiyi kuba nenceba kanjalo; koko imikwa yako ndiya kuyibeka pezu kwako, nezinto zako ezibuntshontsho zoba pakati kwako; naniya kukwazi okokuba mna ndi NGUYEHOVA.
Phonononga U‐Hezekile 7:4
4
U‐Hezekile 7:9
Iliso lam aliyi kuba nosizi, andiyi kuba nenceba kanjalo; njengokwemikwa yako ndiya kubeka pezu kwako, nezinto zako ezibuntshontsho zoba pakati kwako; naniya kukwazi ukuba ndim YEHOVA obetayo.
Phonononga U‐Hezekile 7:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo