1
U‐Hezekile 34:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Elahlekileyo ndoyifuna, negxotiweyo ndoyibuyisa, neyapukileyo ndoyibopa, nebutataka ndiya kuyomeleza; kodwa etyebileyo neyomeleleyo ndozitshabalalisa, ndiya kudlisa zona ngomgwebo.
Thelekisa
Phonononga U‐Hezekile 34:16
2
U‐Hezekile 34:12
Njengokuba umalusi efunisela umhlambi wake, emhleni akoyo pakati kwegusha zake ezipangaleleyo, ndiya kwenje njalo ukufunisela igusha zam; ndandiya kuzihlangula kuzo zonke indawo, apo zitiwe sa kona emhleni wamafu nobumnyama.
Phonononga U‐Hezekile 34:12
3
U‐Hezekile 34:11
Ngokuba isitsho INKOSI e NGUYEHOVA ukuti; Bona ke, ndiya kuti mna, ndibazele igusha zam, ndizifunisele kanjalo.
Phonononga U‐Hezekile 34:11
4
U‐Hezekile 34:15
Ndiya kudlisa igusha zam, ndandiya kuzibutumisa, itsho INKOSI e NGUYEHOVA.
Phonononga U‐Hezekile 34:15
5
U‐Hezekile 34:31
Nani, zigusha zam, zigusha zedlelo lam! ningabantu nina; mna ndi NGUTIXO wenu, itsho INKOSI e NGUYEHOVA.
Phonononga U‐Hezekile 34:31
6
U‐Hezekile 34:2
Nyana woluntu! profitesha ngakubo abalusi bakwa‐Sirayeli; profitesha, uti kubo, kubalusi: Itsho INKOSI e NGUYEHOVA ukuti: Makube nzima kubo abalusi bakwa‐Sirayeli abazidlisa bona! Abalusi ngebengazidlisi igusha na?
Phonononga U‐Hezekile 34:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo