UHEZEKILE 34:16
UHEZEKILE 34:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ezilahlekileyo ndiya kuzifuna, ndibuyise eziziintsali, ndibophe ezaphukileyo, ndizomeleze ezifayo; ke ezityebileyo ndozitshabalalisa, nezomeleleyo ndizaluse ngokusesikweni.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 34UHEZEKILE 34:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiya kuzifuna ezilahlekileyo, ndiziphuthume ezidukileyo. Ndiya kuzibopha ezenzakeleyo, ndizomeleze ezibuthathaka; kodwa ndiya kuzinqamla ezityebileyo nezomeleleyo. Umhlambi ndiya kuwalusa ngobulungisa.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 34