1
U‐Hezekile 2:2-3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wandul’ ukungena kum UMOYA, nxa abeteta kum, wandimisa ngenyawo zam; ndaza ndeva lowo owateta kum. Wayesiti kum: Nyana woluntu! ndiyakutuma elusatsheni luka‐Sirayeli, kwizizwe ezingevayo, ezivukele ngakum: lona noyise balo bagqitile ngakum kwada kwanguwo umhla lo.
Thelekisa
Phonononga U‐Hezekile 2:2-3
2
U‐Hezekile 2:7-8
Wauya kuteta amazwi am kubo, nokuba baya kuva, nokuba baya kuyeka: ngokuba benenkani bona. Kodwa wena, nyana woluntu! yiva oko ndikutetayo kuwe; uze ungabi ngonenkani, njengayo londlu enenkani; yakamisa umlomo wako, utye oko endikunika kuwe.
Phonononga U‐Hezekile 2:7-8
3
U‐Hezekile 2:5
Nabo bona, nokuba baya kuva, nokuba baya kuyeka, (ngokuba beyindlu enenkani,) baya kukwazi noko ukuba umprofite ebepakati kwabo.
Phonononga U‐Hezekile 2:5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo