1
U‐Hezekile 12:28
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngako oko uti kubo: Itsho INKOSI e NGUYEHOVA ukuti: Akusayi kulityaziswa amazwi am nalinye; elozwi ndilitetayo, liya kufezwa ke, itsho INKOSI e NGUYEHOVA.
Thelekisa
Phonononga U‐Hezekile 12:28
2
U‐Hezekile 12:25
Ngokuba mna YEHOVA ndiya kuteta elozwi endiya kuteta lona, laliya kufezwa; alisayi kulityaziswa; ngokuba kwa semihleni yenu, ndlu enenkani! ndiya kuliteta ilizwi, ndilifeze, itsho INKOSI e NGUYEHOVA.
Phonononga U‐Hezekile 12:25
3
U‐Hezekile 12:2
Nyana woluntu! uyahlala pakati kwayo indlu enenkani; abanamehlo okubona, kanti ababoni; abanendlebe zokuva, kanti abeva; ngokuba beyindlu enenkani bona.
Phonononga U‐Hezekile 12:2
Home
Bible
Plans
Videos