UHEZEKILE 12:2
UHEZEKILE 12:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nyana womntu, ùhleli phakathi kwendlu eneenkani; banamehlo okubona, àbaboni; baneendlebe zokuva, abeva; ngokuba bayindlu eneenkani.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 12UHEZEKILE 12:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Mntundini, uhleli nabantu abangabavukeli. Banamehlo, kodwa ababoni; baneendlebe, kodwa abaphulaphuli; kuba kaloku bangabavukeli.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 12