Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Esetere 4

1

U‐Esetere 4:13-14

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza u‐Modekai wati ukupendula ku‐Esetere: Ningabi pakati kwako uya kusinda wena endlwini yokumkani, ngapezu kwawo onke ama‐Juda. Ngokuba nxa ugqibela ukuti cwaka ngelixesha, kwopakamela ama‐Juda umciza nosindiso luvela kwiyimbi indawo; kodwa wena nendlu kayihlo niya kububa: ngubanina ke owaziyo, ukuba akufikelanga na ebukumkanini ngenxa yexesha elinjengeli?

Thelekisa

Phonononga U‐Esetere 4:13-14

2

U‐Esetere 4:16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Hamba, hlanganisa onke ama‐Juda akoyo e‐Shushane, nenze inzilo ngenxa yam, nize ningadli ningaseli nokusela imihla ibe mitatu, ebusuku nasemini: kanjalo nam, nezicakazana zam, siya kuyenza inzilo enjalo; ndandule ukungena ngokunjalo kukumkani, okungalungelene nomteto: ukuba ke ndiyabuba, ndiyabuba.

Thelekisa

Phonononga U‐Esetere 4:16

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Esetere 4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo