1
Umshumayeli 1:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba ebuninzini bobulumko kuko ubuninzi benkatazo; nalowo owandisayo ukwazi, uyandisa ubuhlungu.
Thelekisa
Phonononga Umshumayeli 1:18
2
Umshumayeli 1:9
Lonto ebise iko, yileyo esaya kubako; naleyo ese yenziwe, yileyo esaya kwenziwa: akuko nanto entsha ngapantsi kwelanga.
Phonononga Umshumayeli 1:9
3
Umshumayeli 1:8
Onke amazwi anokudinwa; uti umntu akohlwe kuwateta; iliso alincanyiswa kukubona, nendlebe ayizaliswa kukuva.
Phonononga Umshumayeli 1:8
4
Umshumayeli 1:2-3
Okungendawo kwokungendawo, utsho umshumayeli, okungendawo kwokungendawo; konke kokungendawo. Unenzuzo yanina umntu ngawo wonke umzamo wake azama ngawo ngapantsi kwelanga?
Phonononga Umshumayeli 1:2-3
5
Umshumayeli 1:14
Ndagqala yonke imisebenzi eyenziwayo ngapantsi kwelanga; kekaloku bona ke, yonke ikokungendawo nokukatazeka kwomoya.
Phonononga Umshumayeli 1:14
6
Umshumayeli 1:4
Esinye isizukulwana siyemka, nesinye isizukulwana siyeza; kodwa umhlaba umi kude kube ngunapakade.
Phonononga Umshumayeli 1:4
7
Umshumayeli 1:11
Akuko inkunjulwa yezinto zamatanci; kanjalo nezinto zasemva eziza kubako, akuyi kubako inkunjulwa yazo pakati kwabo abaya kuza mva.
Phonononga Umshumayeli 1:11
8
Umshumayeli 1:17
Ndaza ndanikela intliziyo yam ukwazi ubulumko, nokwazi ubugeza nobudenge: ndaqonda ukuba oku nako kukukatazeka kwomoya.
Phonononga Umshumayeli 1:17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo