1
I‐Duteronomi 26:19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
ukuze akubeke pezulu pezu kwazo zonke intlanga azenzileyo, eludunyisweni, nasegameni, nasebungcwaliseni; nokuze ube ngabantu abangcwele KUYEHOVA, UTIXO wako, njengokuba etshile.
Thelekisa
Phonononga I‐Duteronomi 26:19
2
I‐Duteronomi 26:18
Kanjalo UYEHOVA uvumile wena namhla ukuba ungabantu bake abanqabileyo, njengokuba etshilo kuwe, nokuba uya kugcina yonke imiyalelo yake
Phonononga I‐Duteronomi 26:18
Home
Bible
Plans
Videos