1
Izenzo zabapostile 27:25
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngako, madoda! yibani nokucwayita; ngokuba ndikolwa NGUTIXO, ukuba kwoba njalo kwa njengokuba kutetiwe kum.
Thelekisa
Phonononga Izenzo zabapostile 27:25
2
Izenzo zabapostile 27:23-24
Ngokuba bekumi ngakum ngobubusuku ingelosi KATIXO, lowo endingowake, nendimkonzayo, isiti: Ungoyiki, Paulusi! ufanele ukuma pambi kwo‐Kesare; kanjalo bona ke, UTIXO ukupile bonke abaselisha nawe.
Phonononga Izenzo zabapostile 27:23-24
3
Izenzo zabapostile 27:22
Nokwakaloku nje ndiyaniyala ukuba nibe nokucwayita: ngokuba kungayi kuba kulahlwa kwobomi bomnye umntu kuni, kwoba kokwenqanawa kupela.
Phonononga Izenzo zabapostile 27:22
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo