1
Izenzo zabapostile 17:27
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
ukuze bafune INKOSI, ukuba ngaba bangati bayiputaputele bayifumane, nakuba ingekude kuti sonke
Thelekisa
Phonononga Izenzo zabapostile 17:27
2
Izenzo zabapostile 17:26
ote kanjalo wazenza ngegazi linye zonke intlanga zabantu, ukuba bahlale pezu kwobuso bonke bomhlaba, ebalule amaxesha amiselweyo pambili nemida yentlalo yabo
Phonononga Izenzo zabapostile 17:26
3
Izenzo zabapostile 17:24
UTIXO owenza ilizwe nento zonke ezikulo, lo, EYINKOSI yezulu nomhlaba nje, akahlali ezitempileni ezenziweyo ngezandla
Phonononga Izenzo zabapostile 17:24
4
Izenzo zabapostile 17:31
Ngokokuba emisile umhla, okungawo uya kugweba ilizwe ngobulungisa, ngendoda ayibaluleyo, ebenzele bonke isiqiniso ngokuyivusa kwabafileyo.
Phonononga Izenzo zabapostile 17:31
5
Izenzo zabapostile 17:29
Ngako siyinzalo KATIXO nje, asifanele ukuti oku BUTIXO kunjengegolide, nesilivere, nelitye, into eziqingqiweyo ngobuncibi nangeqinga labantu.
Phonononga Izenzo zabapostile 17:29
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo