1
Eyesibini ka‐Samyali 3:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
KEKALOKU kwabekuko ukulwa okude pakati kwendlu ka‐Saule nendlu ka‐Davide: kodwa u‐Davide wamana ukwomelela, kanti indlu ka‐Saule bona bamana ukuba butataka.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 3:1
2
Eyesibini ka‐Samyali 3:18
ngako kaloku yenzani; ngokuba UYEHOVA etetile ngo‐Davide, esiti: Ngesandla sika‐Davide isicaka sam ndiya kusindisa abantu bam o‐Sirayeli esandleni sama‐Filistiya, nasesandleni sentshaba zabo zonke.
Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 3:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo