1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:14-15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Asi yinto yokutelwa nqa kanjalo: ngokuba kwa yena u‐Satane ezenza ngakumbi abe nesimilo sengelosi yokukanya. Asi yinto enkulu ngoko, ukuba abakonzi bake nabo bayazenza ngakumbi babe nesimilo njengabakonzi bobulungisa; abasipelo siya kuba ngokwemisebenzi yabo.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:14-15
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:3
Kodwa ndiyoyika, hleze kungati, njengokuba yona inyoka yamlukuhla u‐Eva ngobuqokolo bayo, kwa njalo inkumbulo zenu zonakaliswe zipanjukiswe kulo ulungelelwano olungakuye u‐Kristu.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:3
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:30
Ukuba ndifanele ukuqa̔yisa, ndiya kuqa̔yisa ngezinto zobulwelwe bam.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:30
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo