1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
sici̔ta nje izicamango, nento zonke ezinde ezipakamayo ngakuko ukwaziwa KUKATIXO, sitimbela nokutimbela ekuviweni kuka‐Kristu onke amaqinga
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:5
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:4
(ngokuba izikali zokulwa kwetu zingebunyama, koko zinamandla pambi KWOTIXO kuze kube kukuci̔twa kwazo inqaba:)
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:4
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:3
Ngokuba sisiti, nangona sihamba enyameni, singalwi ngokwenyama
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:3
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:18
Ngokuba engenguye ozincomayo ngokwake obukwayo, nguye onconywayo YINKOSI.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 10:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo