1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:3-4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Makabongwe yena UTIXO noyise WENKOSI yetu u‐Yesu Kristu, yena uyise wezibele NOTIXO walo lwonke ulwonwabiso; osonwabisayo kuko konke ukubandezelwa kwetu, size sibe namandla ukubonwabisa abo basekubandezelweni noko kunjanina, ngalo ololwonwabiso esonwatyiswayo ngalo kwa tina NGUTIXO.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:3-4
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:5
Kuba njengokuba intlungu zika‐Kristu zikolisa ukusandela, kwa njalo ngaye u‐Kristu lukolisa ukwanda nonwabiso lwetu.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:5
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:9
ewe tina ngokwetu sibe sinomgwebo wokufa kwa kuti, ukuze singabi sitembela kokwetu, koko sibe sitembela KUTIXO ovusayo abafileyo
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:9
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:21-22
Kekaloku lowo osiqinisayo kunye nani ku‐Kristu, nositambisileyo, NGUTIXO; ote kanjalo wasincamatisela, wasinika isibambiselo SOMOYA ezintliziyweni zetu.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:21-22
5
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:6
Kodwa nokuba siyabandezelwa, kungenxa yokwenu ukwonwatyiswa nokusindiswa, okusebenzayo ekunyamezeleni intlungu ezikwa zizo esizivayo nati; nokuba siyonwatyiswa, kungenxa yokwenu ukwonwatyiswa nokusindiswa.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 1:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo