KWABASEKORINTE II 1:6
KWABASEKORINTE II 1:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nokuba na ke siyabandezelwa, oko kwenzelwa ukuthuthuzela nokusindisa nina, ukusindisa ke okusebenzayo ngokunyamezela kwenu kwa-ezo ntlungu sizivayo nathi; nokuba na ke siyathuthuzelwa, oko kwenzelwa ukuthuthuzela nokusindisa nina.
KWABASEKORINTE II 1:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Xa sukuba thina sisiva ubunzima, loo nto ibangela ukuba nikhuthale, nto leyo iphelela elusindisweni. Naxa sukuba thina sithuthuzelwa, siyancedwa ukuze sikwazi ukunithuthuzela, khon' ukuze nizithwale ngomonde iimbandezelo ezifana nezethu.
KWABASEKORINTE II 1:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuba ke siyabandezelwa, oko kungenxa yentuthuzelo yenu nosindiso lona olusebenzayo, ukuze ninyamezele kwaezo ntlungu sizivayo nathi
KWABASEKORINTE II 1:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa nokuba siyabandezelwa, kungenxa yokwenu ukwonwatyiswa nokusindiswa, okusebenzayo ekunyamezeleni intlungu ezikwa zizo esizivayo nati; nokuba siyonwatyiswa, kungenxa yokwenu ukwonwatyiswa nokusindiswa.