1
Eyesibini yezikronike 26:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wazibekela ukufuna UTIXO emihleni ka‐Zekariya, obenokuqonda emibonisweni KATIXO: kanjalo emihleni wokumfuna kwake UYEHOVA, UTIXO wamtamsanqelekisa.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini yezikronike 26:5
2
Eyesibini yezikronike 26:16
Kodwa nxa omeleleyo, yabir̔atsha intliziyo yake kude kwakukubujiswa kwake; ngokuba ebegqita ngakuye UYEHOVA, UTIXO wake, wangena etempileni KAYEHOVA ukuba aqumise pezu kwesibingelo sesiqumiso.
Phonononga Eyesibini yezikronike 26:16
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo