1
Eyokuqala ka‐Samyali 4:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kwabekute, nxa abekankanya ityeya KATIXO, wandula wawa esihlalweni ngomva, ngasecaleni lesango, yati intamo yake yapuka, wada wafa; ngokuba ebelixego, wayenzima kanjalo. Wayegweba o‐Sirayeli iminyaka yamashumi mane.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 4:18
2
Eyokuqala ka‐Samyali 4:21
Wambiza umntwana ngo‐Yikabode, esiti: Ubungcwalisa bufudusiwe kwa‐Sirayeli; ngenxa yokususwa kwetyeya KATIXO, nangenxa yosondoda wake nendoda yake.
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 4:21
3
Eyokuqala ka‐Samyali 4:22
Wayesiti: Ubungcwalisa bufudusiwe kwa‐Sirayeli; ngokuba ityeya KATIXO isusiwe.
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 4:22
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo