USAMUWELI I 4:18
USAMUWELI I 4:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwathi, akukhankanya ityeya kaThixo, wawa esihlalweni sakhe, eqethuka ngomva ngasecaleni kwesango, waphuka ilungu lentamo, wafa; ngokuba indoda leyo ibiselilixhego; inzima. Yayiwalawula amaSirayeli iminyaka emashumi mané.
USAMUWELI I 4:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe akuva kukhankanywa netyesi yomnqophiso uEli, waphequka kweso sihlalo sakhe ngasesangweni, wophuka ilungu lentamo, wafa. Kaloku wayeselaluphele, ekwanesiqu. Wayeyinkokheli kwaSirayeli iminyaka engamashumi amane.
USAMUWELI I 4:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi akuthetha ngetyeya yoThixo oyinyaniso, waziphosa esihlalweni esisecaleni kwesango, waza wayaphula intamo, wafa, ngenxa yokuba wayeyindoda endala nenzima. Wawakhokela amaSirayeli iminyaka emashumi mane.
USAMUWELI I 4:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwabekute, nxa abekankanya ityeya KATIXO, wandula wawa esihlalweni ngomva, ngasecaleni lesango, yati intamo yake yapuka, wada wafa; ngokuba ebelixego, wayenzima kanjalo. Wayegweba o‐Sirayeli iminyaka yamashumi mane.