Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyokuqala ka‐Samyali 18

1

Eyokuqala ka‐Samyali 18:14

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kekaloku u‐Davide wenza ngobulumko kuzo zonke indlela zake; waye UYEHOVA enaye.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 18:14

2

Eyokuqala ka‐Samyali 18:1

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kwaye kute, akuba egqibile ukuteta ku‐Saule, wandula umpefumlo ka‐Jonatane wanxityelelwa empefumlweni ka‐Davide; waye u‐Jonatane wamtanda njengompefumlo wake.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 18:1

3

Eyokuqala ka‐Samyali 18:7-8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Baza abafazi bapendulana ekudlaleni kwabo, bati: u‐Saule ubulele amawaka ake, kodwa u‐Davide amawaka ake alishumi. Wandula u‐Saule waqumba kunene, ngokuba belibi emehlweni ake ilizwi elo; wayesiti: Banikile ku‐Davide amawaka alishumi, kanti kum banikile amawaka odwa; kuseko ukunikwa kuye ubukumkani kupela.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 18:7-8

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo