1
Eyokuqala ka‐Samyali 17:45
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wandula u‐Davide wati kum‐Filistiya: Wena uyeza kum ngeṙele, nangentshuntshe, nangekaka; kodwa mna ndiyeza kuwe egameni LIKAYEHOVA wemikosi, UTIXO wamabandla ama‐Sirayeli, lowo umgxekileyo
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 17:45
2
Eyokuqala ka‐Samyali 17:47
kanjalo wonke lomhlambi wokwazi ukuba UYEHOVA akasindisi ngeṙele nangentshuntshe; ngokuba ukulwa kuko KUKAYEHOVA, oya kuninikela esandleni setu.
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 17:47
3
Eyokuqala ka‐Samyali 17:37
Wati kanjalo u‐Davide: UYEHOVA, owandisindisa enqineni lengonyama nasenqineni lebere, kwa yena wondisindisa esandleni salom‐Filistiya. Waza u‐Saule wati ku‐Davide: Yiya, wanga UYEHOVA angako nawe!
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 17:37
4
Eyokuqala ka‐Samyali 17:46
namhla nje UYEHOVA wokunikela esandleni sam; ndandiya kukubeta, ndisuse intloko yako kuwe, ndinike izidumbu zomkosi wama‐Filistiya namhla nje kuzo intaka zezulu, nakuwo amaṙamncwa omhlaba; ukuze umhlaba wonke wazi ukuba uko UTIXO kwa‐Sirayeli
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 17:46
5
Eyokuqala ka‐Samyali 17:40
Waza watabata induku yake esandleni sake, wazinyulela amatye abutelezi amahlanu emlanjaneni, wawabeka enxoweni yabalusi abenayo, kwa sesidleni; kanjako isisaulo sake besisesandleni sake: waya wasondela kum‐Filistiya lowo.
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 17:40
6
Eyokuqala ka‐Samyali 17:32
Waza u‐Davide wati ku‐Saule: Makungawi intliziyo yomntu ngenxa yake; isicaka sako siya kuya silwe nalom‐Filistiya.
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 17:32
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo