Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyokuqala yokumkani 8

1

Eyokuqala yokumkani 8:56

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Makabongwe UYEHOVA, obanikileyo abantu bake o‐Sirayeli ukupumla, njengoko konke akutetileyo: akutshitshanga nanye indawo kulo lonke ilizwi lake elilungileyo, abeliteta ngesandla sika‐Mosesi isicaka sake.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala yokumkani 8:56

2

Eyokuqala yokumkani 8:23

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

wati: YEHOVA, TIXO wo‐Sirayeli! akuko TIXO njengawe, ezulwini pezulu, napezu kwomhlaba ezantsi, ogcinela izicaka zako, ezihambayo pambi kwako ngayo yonke intliziyo yazo, ucebano nobubele

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala yokumkani 8:23

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyokuqala yokumkani 8

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo