1
Eyokuqala yokumkani 22:22
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wati UYEHOVA kuye: Nganina? Wayesiti: Ndiya kupuma, ndize ndibe ngumoya wobuxoki emlonyeni wabo bonke abaprofite bake. Wati: Uya kuhenda, wauya kweyisa kanjalo: puma, wenje njalo ke.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala yokumkani 22:22
2
Eyokuqala yokumkani 22:23
Ngako kaloku, bona ke, UYEHOVA ubekile umoya wobuxoki emlonyeni wabo bonke ababaprofite bako; kanjalo UYEHOVA utetile ngawe okubi.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 22:23
3
Eyokuqala yokumkani 22:21
Wada wapuma umoya, wema pambi KWOYEHOVA, wati: Ndiya kumhenda mna.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 22:21
4
Eyokuqala yokumkani 22:20
Waza wati UYEHOVA: Ngubanina oya kuhenda u‐Ahabi, ukuba enyuke, enzakale e‐Ramote yase‐Gileyadi? Wati omnye ngokuti, wati nomnye ngokuti.
Phonononga Eyokuqala yokumkani 22:20
5
Eyokuqala yokumkani 22:7
Wati kodwa u‐Yehoshafate: Akuseko na apa umprofite KAYEHOVA, ukuba sibuze ngaye?
Phonononga Eyokuqala yokumkani 22:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo