Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

OOKUMKANI I 22:7

OOKUMKANI I 22:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uYehoshafati, Akusekho mprofeti kaYehova na apha, sibuzise kuye?

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 22

OOKUMKANI I 22:7 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kambe ke uYoshafati wathi: “Akusekho mshumayeli kaNdikhoyo na apha esinokubuza kuye?”

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 22

OOKUMKANI I 22:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uYehoshafati, Akukho mprofeti kaYehova na apha?

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 22

OOKUMKANI I 22:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wati kodwa u‐Yehoshafate: Akuseko na apa umprofite KAYEHOVA, ukuba sibuze ngaye?

Yabelana
Funda OOKUMKANI I 22
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo