1
Eyokuqala yokumkani 11:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba bekute ngexesha lobudala buka‐Solomone, abafazi bake bapambukisa intliziyo yake ukuya emva kwotixo bambi; yaye intliziyo yake yayingakolisekile NGAKUYEHOVA, UTIXO wake, njengentliziyo ka‐Davide uyise.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala yokumkani 11:4
2
Eyokuqala yokumkani 11:9
Waza waqumba UYEHOVA ngakuye u‐Solomone, ngokuba intliziyo yake ipambukile KUYEHOVA, UTIXO wo‐Sirayeli, obebonakele kuye kabini
Phonononga Eyokuqala yokumkani 11:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo