1
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 1:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Xeshekweni sizivumayo izono zetu, unyanisekile yena, ulungile kanjalo, ukuze asixolele izono zetu, asihlambulule kuko konke okungalungileyo.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 1:9
2
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 1:7
Kodwa xeshekweni sihamba elukanyweni, njengokuba yena eselukanyweni, sinobudlelana omnye nomnye, negazi lika‐Yesu Kristu unyana wake lona liyasihlambulula kubo bonke ubono.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 1:7
3
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 1:8
Xeshekweni sitshoyo ukuti asinabo ubono, siyazikohlisa, iti yona inyaniso ingabiko kuti.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 1:8
4
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 1:5-6
Siso esi ke isishumayelo esisivileyo kwa kuye, nesisishumayolayo kuni, sokokuba UTIXO ulukanyo, nokuba akuko nabunye ubumnyama kuye. Xeshekweni sitshoyo ukuti sinobudlelana naye, kanti sihamba ebumnyameni, siyaxoka, singayenzi inyaniso ke.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 1:5-6
5
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 1:10
Xeshekweni sitshoyo ukuti asonanga, siyamenza yena ixoki, liti ilizwi lake lingabiko kuti.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 1:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo