1
Eyokuqala yezikronike 29:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Bobako, YEHOVA! ubukulu, namandla, nobungcwalisa, nolwoyiso, nobungangamsha; ngokuba kukokwako konke okusezulwini nokusemhlabeni; bobako, YEHOVA! ubukumkani, opakamileyo uyintloko pezu kwonke.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala yezikronike 29:11
2
Eyokuqala yezikronike 29:12
Ubutyebi nodumo luvela kuwe; wena uyapata ubukosi pezu kwonke; esandleni sako kuko ukwomelela namandla; kusesandleni sako ukukwenza kukulu nokukwomeleza konke.
Phonononga Eyokuqala yezikronike 29:12
3
Eyokuqala yezikronike 29:14
Kodwa mna ndingubanina, nabantu bam bangobanina, ukuba sibe namandla okunika ngokuvuma njengoku? ngokuba zivela kuwe izinto zonke, nakokwesako isandla sinikile kuwe.
Phonononga Eyokuqala yezikronike 29:14
4
Eyokuqala yezikronike 29:13
Siti ke kaloku, TIXO wetu! sibulele kuwe, sidumise igama lako elibungcwalisa.
Phonononga Eyokuqala yezikronike 29:13
5
Eyokuqala yezikronike 29:10
Ngako u‐Davide wambonga UYEHOVA emehlweni ayo yonke intlanganiso; wayesiti u‐Davide: Maubongwe wena, YEHOVA, TIXO wobawo wetu u‐Sirayeli, kude kube ngunapakade!
Phonononga Eyokuqala yezikronike 29:10
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo