IZIKRONIKE I 29:10
IZIKRONIKE I 29:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UDavide wambonga uYehova phambi kwebandla lonke; wathi uDavide, Mawubongwe wena, Yehova, Thixo kaSirayeli, ubawo wethu, kususela kwaphakade kude kuse ephakadeni.
IZIKRONIKE I 29:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku uDavide wabonga *uNdikhoyo phambi kwalo lonke ibandla likaSirayeli, wathi: “Ungowokubongwa, wena Ndikhoyo, Thixo kabawo wethu uSirayeli, kuse ephakadeni lasemaphakadeni.