Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka ISITYHILELO 9

1

ISITYHILELO 9:20-21

IBHAYIBHILE

XHO96

Amasalela abantu abasindayo kweso sibetho akazange ahlukane nezithixo awayezenzele. Akazange ayeke ukunqula iindimoni nezithixo ezaziqingqwe ngegolide nesiliva nobhedu, amatye nangomthi, izinto ezazingenako nokubona nokuva nokushukuma oku. Akazange azisole nokuzisola ngobugebenga, nobugqwirha, ukurheletya, nobututu bawo.

Thelekisa

Phonononga ISITYHILELO 9:20-21

2

ISITYHILELO 9:3-4

IBHAYIBHILE

XHO96

Kwavela iinkumbi, ziphuma kuloo msi, zeza emhlabeni. Zazinolwamvila olufana nolukanomadudwane. Zaziyalelwe ukuba ze zingayichukumisi ingca, naso nasiphi na isityalo okanye umthi. Zazithunyelwe kubantu ababengaphawulwanga ngophawu lukaThixo ebunzi.

Thelekisa

Phonononga ISITYHILELO 9:3-4

3

ISITYHILELO 9:1

IBHAYIBHILE

XHO96

Emva koko isithunywa sesihlanu salivuthela ixilongo laso. Ndabona inkwenkwezi eyayiwe emhlabeni, inikwa isitshixo somwonyo oya enzonzobileni.

Thelekisa

Phonononga ISITYHILELO 9:1

4

ISITYHILELO 9:5

IBHAYIBHILE

XHO96

Zazithunyelwe ukubathuthumbisa iinyanga ezintlanu ngobuhlungu obufana nolwamvila lukanomadudwane, kodwa zingabulali.

Thelekisa

Phonononga ISITYHILELO 9:5

5

ISITYHILELO 9:11

IBHAYIBHILE

XHO96

Inkosi yazo yayisisithunywa sasenzonzobileni. Igama layo lalinguAbhadon ngesiHebhere, uApoliyon ngesiGrike.

Thelekisa

Phonononga ISITYHILELO 9:11

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne ISITYHILELO 9

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo