1
ISITYHILELO 16:15
IBHAYIBHILE
“Uyabona ke, ngaloo mini ndiya kuza njengesela. Unoyolo ke lowo uhlala elindile, engazikhululi izambatho zakhe, ukuze angahambi ze, ahlazeke ebantwini.”
Thelekisa
Phonononga ISITYHILELO 16:15
2
ISITYHILELO 16:12
Isithunywa sesithandathu sasichitha phezu komlambo omkhulu iEfrati isitya saso. Watsha umlambo, kwavuleka indlela yeekumkani ezivela empumalanga.
Phonononga ISITYHILELO 16:12
3
ISITYHILELO 16:14
Yayiziindimoni ezinamandla okwenza imilingo. Zazithunywe ukuya kuqokelela edabini zonke iikumkani zelizwe ngaloo mini inkulu kaThixo uSomandla.
Phonononga ISITYHILELO 16:14
4
ISITYHILELO 16:13
Ndabona iindimoni ezintathu ezazingathi ngamasele. Zaphuma emlonyeni wegongqongqo, nowerhamcwa, nakowomshumayeli oxokayo.
Phonononga ISITYHILELO 16:13
5
ISITYHILELO 16:9
Batsha abantu seso sihogo. Baliqalekisa igama likaThixo ezeza ngegunya lakhe ezo zibetho. Kodwa abazanga bahlukane nezono, banqule uThixo.
Phonononga ISITYHILELO 16:9
6
ISITYHILELO 16:2
Sanduluka isithunywa sokuqala, sasichitha ehlabathini isitya saso. Abo babenophawu lwerhamncwa, nabo babenqula umfanekiso walo, baphuma izilonda ezibi neziqaqambayo.
Phonononga ISITYHILELO 16:2
7
ISITYHILELO 16:16
Iindimoni zaziqokelela ndawonye iikumkani, kwindawo ekuthiwa yiArmagedon ngesiHebhere.
Phonononga ISITYHILELO 16:16
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo