1
EYASENTLANGO 13:30
IBHAYIBHILE
Kwesi sithuba ke uKalebhi wasuka wababeth' emlonyeni abo babenika ingxelo kuMosis, wathi: “Mawethu, kuf' ayayo! Masinyuke ngoku siye kulihlasela elaa lizwe. Sinako ukubaswantsulisa abaya bantu.”
Thelekisa
Phonononga EYASENTLANGO 13:30
2
EYASENTLANGO 13:33
siyibonile nenzala ka-Anaki. Ngokubona kwethu, thina sinjengeentethe kubantu belo lizwe; makube kukwanjalo nasekuboneni kwabo.”
Phonononga EYASENTLANGO 13:33
3
EYASENTLANGO 13:31
Kambe ke oogxa bakhe baphikelele bathi: “Ayikho indlela yokubahlasela, kuba ziingwanyalala kunathi.”
Phonononga EYASENTLANGO 13:31
4
EYASENTLANGO 13:32
Ngoko ke lo moya wabo bawuhlwayela apho kumaSirayeli ngemeko yelo lizwe babevela kulo. Bade bathi: “Elo lizwe linengozi; kuyatshatyalalwa apho. Abantu bakhona baziingxilimbela
Phonononga EYASENTLANGO 13:32
5
EYASENTLANGO 13:27
Zathi kuMosis: “Elaa lizwe silikhangele, saza safumanisa ukuba lityebile, lilizwe lobisi nobusi. Khangela, nazi iziqhamo zakhona.
Phonononga EYASENTLANGO 13:27
6
EYASENTLANGO 13:28
Kambe ke abantu balo ziingwanyalala, zaye ke nezixeko zabo zikhulu zinqatyisiwe. Ngaphezu koko ke nenzala ka-Anaki siyibone ngamehlo.
Phonononga EYASENTLANGO 13:28
7
EYASENTLANGO 13:29
Ama-Amaleki wona emi eMazantsi; aze amaHiti, amaJebhusi, nama-Amori wona abe phaya kweleentaba; kanti ke wona amaKanana athe qwelele phaya ngaselwandle nakummandla womlambo iJordan.”
Phonononga EYASENTLANGO 13:29
8
EYASENTLANGO 13:26
kuMosis noAron nebandla liphela lamaSirayeli eKadeshe kwintlango yaseParan. Zenza ingxelo ngezikubonileyo, zababonisa neziqhamo ezazize nazo.
Phonononga EYASENTLANGO 13:26
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo