1
UMARKO 5:34
IBHAYIBHILE
UYesu wathi kuye: “Ntombi yam, ukholo lwakho lukuphilisile. Hamba ngoxolo, uphile kweso sifo sakho.”
Thelekisa
Phonononga UMARKO 5:34
2
UMARKO 5:25-26
Kwakukho nomfazi owayehlamba engaphezi iminyaka elishumi elinambini esifa, ephatheke kabuhlungu kumagqirha amaninzi. Wayedleke konke awayenako, engancedakali, kodwa eya egula ngakumbi.
Phonononga UMARKO 5:25-26
3
UMARKO 5:29
Lanqamka kwangoko igazi, waziva emzimbeni wakhe ukuba uphilile kweso sifo.
Phonononga UMARKO 5:29
4
UMARKO 5:41
UYesu ke wambamba ngesandla umntwana, wathi kuye: “Talita, kum;” oko kukuthi: “Ntombazana, vuka!”
Phonononga UMARKO 5:41
5
UMARKO 5:35-36
Kwathi uYesu esathetha, kwafika abakulogosa lendlu yesikhungo, besithi: “Intombi yakho ibhubhile; usamkhathazelani na uMfundisi?” UYesu yena, eyivile loo nto, wathi kwigosa lendlu yesikhungo: “Musa ukoyika; kuphela kholwa wena.”
Phonononga UMARKO 5:35-36
6
UMARKO 5:8-9
Wayesitsho kuba uYesu wayethe kuye: “Phuma kuloo mntu, ndimonindini.” UYesu ke wambuza esithi: “Ungubani wena igama lakho?” Waphendula esithi: “NdinguMkhosi, kuba sibaninzi.”
Phonononga UMARKO 5:8-9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo