1
UMARKO 15:34
IBHAYIBHILE
Ngentsimbi yesithathu ke, uYesu wakhala ngezwi elikhulu, esithi: “Eloyi, Eloyi, lama sabaktani?” (Oko kukuthi xa kuguqulwayo: “Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na?”)
Thelekisa
Phonononga UMARKO 15:34
2
UMARKO 15:39
Ekubonile ukufa kukaYesu, umphathi-butho wamajoni, owayemi malunga naye, wathi: “Inyaniso, lo mntu ebenguNyana kaThixo.”
Phonononga UMARKO 15:39
3
UMARKO 15:38
Lathi ikhuselo legumbi elingcwele *endlwini kaThixo lakrazuka kubini, kususela phezulu kuye ezantsi.
Phonononga UMARKO 15:38
4
UMARKO 15:37
UYesu ke wakhala ngezwi elikhulu, waphuma umphefumlo.
Phonononga UMARKO 15:37
5
UMARKO 15:33
Ke kaloku ngentsimbi yeshumi elinambini emini, kwehla ubumnyama phezu kwawo wonke umhlaba, kwada kwayintsimbi yesithathu emva kwemini.
Phonononga UMARKO 15:33
6
UMARKO 15:15
UPilato ke, efuna ukusikholisa isihlwele, wamkhulula uBharabha, uYesu yena wamnikela ukuba akatswe, abethelelwe emnqamlezweni.
Phonononga UMARKO 15:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo