1
UMATEWU 26:41
IBHAYIBHILE
Lindani nithandaze, ukuze ningangeni ekuhendweni. Intliziyo yona okunene inentumekelelo, ke wona umzimba ubuthathaka.”
Thelekisa
Phonononga UMATEWU 26:41
2
UMATEWU 26:38
wathi kubo: “Intliziyo yam ibuhlungu ukufa, iligazi. Hlalani apha nilinde kunye nam.”
Phonononga UMATEWU 26:38
3
UMATEWU 26:39
Esukile kubo wathi qelele, wawa emhlabeni, wathandaza esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, yidlulise kum le ntlungu. Noko ke, makungabi kokuthandwa ndim, makube kukuthanda kwakho.”
Phonononga UMATEWU 26:39
4
UMATEWU 26:28
kuba ligazi lam eli elisisiqinisekiso somnqophiso, eliphalazelwa abaninzi, ukuze baxolelwe izono.
Phonononga UMATEWU 26:28
5
UMATEWU 26:26
Xa babesitya uYesu wathatha isonka, wabulela, wasiqhekeza, wabanika abafundi bakhe, wathi: “Thathani nitye; ngumzimba wam lo.”
Phonononga UMATEWU 26:26
6
UMATEWU 26:27
Wathatha nendebe, wabulela, wabanika, wathi: “Selani kuyo nonke
Phonononga UMATEWU 26:27
7
UMATEWU 26:40
Wafika ke, wabafumana abo bafundi belele, wathi kuPetros: “Ubungenakulinda na nokweli thutyana?
Phonononga UMATEWU 26:40
8
UMATEWU 26:29
Ndithi kuni, andiyi kuphinda ndisele kwincindi yeediliya, kude kube yiloo mini ndiyisela kunye nani iyentsha kwikomkhulu likaBawo. ”
Phonononga UMATEWU 26:29
9
UMATEWU 26:75
Walikhumbula ke uPetros ilizwi awayelithethe kuye uYesu, esithi: “Ingekakhali inkuku, woba undikhanyele kathathu.” Waphuma waya phandle, walila kabuhlungu.
Phonononga UMATEWU 26:75
10
UMATEWU 26:46
Vukani sihambe. Nanko; ufikile lowo undinikelayo.”
Phonononga UMATEWU 26:46
11
UMATEWU 26:52
Waza uYesu wathi kuye: “Libuyisele endaweni yalo ikrele lakho. Bonke abasebenzisa ikrele, baya kutshabalala ngekrele.
Phonononga UMATEWU 26:52
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo